Tshezi Clan Names
- ngoo jalamba,
- oofakade,
- oonjilo-njilo, oomqal’ungangentonga,
- oongxowa inoboya,
- oosal’wa kulandelwa,
- ootenza,
- oomkhabela,
- oo fud’olufa kade!
uMkhont’obomvu
uSaliwa ukulandelwa
uFakade
uMalala nentombi ivuke ithi ndizeke noba kungesheleni
4 comments