Izithakazelo Zakwa Njomi & History
oNjomi baseBizana, KwaNzimakwe, Gcilima. Yalo, Madiba, Mshikilana, Thoyane, Mboto, Cikoza, Fulela mfazi olivila kuyanetha, Malandelwa…
oNjomi baseBizana, KwaNzimakwe, Gcilima. Yalo, Madiba, Mshikilana, Thoyane, Mboto, Cikoza, Fulela mfazi olivila kuyanetha, Malandelwa…
Jama, Sjadu, Zizi elihle, Sigqu, Nyohela, Vela Bambhentsele, Mbhentsela Dayityani, Zizi
Madiba, Dlomo, Yem-Yem, Vela bambhentsele, Sophitsho, Ngqolomsila, Zodwa zintshaba, Goji !