Nokwindla Clan names & History
nokwindla xhamela malabe tlhile !
U Qcina umJikazi ka Khotha u Nokwindla u Malambendle u Gabilikhula batji inyama ya nyamazana…
NgamaGcina - oXhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho kaPhato owathyaphakela eXonxa, Gabul'ikhula, Malamb'ayendle aty'igusha…
[xyz-ips snippet="tagname"] Surname Origin, [xyz-ips snippet="tagname"] Meaning & [xyz-ips snippet="tagname"] Last Name History [xyz-ips snippet="tagname"]:…
UMangaliso, uzalwa nguDyonta ngamaGcina. ngoXhamela, noKwindla, Untsinga iqandi lwendlu enkulu kaGadlume, Origins Eastern Cape around…
Mamgcina, Tyhopho, Nokwindla, Xhamela, Into ezaba iiGusha zathi ziziduli zethafa!
AmaGcina – Xhamela, Helushe, Ncancashe, Magwebulikhula, Malambedlile, Nokwindla, Thyopho ka Phato owathyaphakela eXonxa , Gabul’ ikhula, Malamb’ayendle…