Ntsethe clan names
Ntsethe, Mpinga, Mawawa, Ntoyomntwana, Qaza, Nyambambela, Mtham'onovalo, Mfazi obele lide oncelisela ngaphesheya komfundlana, Sbindi'gidi
Ntsethe, Mpinga, Mawawa, Ntoyomntwana, Qaza, Nyambambela, Mtham'onovalo, Mfazi obele lide oncelisela ngaphesheya komfundlana, Sbindi'gidi
Zungula Mpinga Mawawa Mbhala Kawqoshe Mathunzi ezintaba! Life Liyathukuza
Mpinga Clan:Mbetshane, Hlahla lamsik’ umntu es*ndeni, ngceza, Sintila, Nyaw’ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth ‘omthandayo, Mawawa
Madebe Clan Names Mpinga, Mawawa, Bhalela, Sendile, Senzwa, Ngceza, Nto'mntwana, Ngwangwashwe, Mbetshana, Ntose, Sineka, Hlahla…
Mpinga, Mawawa, Mbhala kaQoshe, Senzwa, Nyawo zinoshukela, Ngceza, Sintila, Sineka yaz'ibinoboya ifanele abadala !
Mpinga, Mbetshane, Hlahla lamsik’ umntu es*ndeni, ngceza, Sintila, Nyaw’ zinoshukela, mzukulu kaSityulu, kheth ‘omthandayo, Mawawa:…