Mkhuma Clan Praises
Ndingo wakwa Mkhuma, umbathane matshaya, emaxesibeni, ukhandanyawo, bubele be xheku, butsola bentonga.
Ndingo wakwa Mkhuma, umbathane matshaya, emaxesibeni, ukhandanyawo, bubele be xheku, butsola bentonga.
Mkhuma Clan Praises 😍 Mkhuma Surname Mkhuma, Mbathane, Matshaya, Nxele, Khanda'nyawana, Magqaba'kadliwa adliwa zibhokhwe ngonyoluka,…
Mna ndingu Mkhuma uMatshaya ngenqawe ende abanye betshaya ngezimfutshane UMbathane uXesibe U Nondzaba Ukhandanyawana.uNtshengu UNoqhwalabe…