Yhokazi clan praises & History
Khwetshube, Xanga ndixhalele kaz' uba intaka ziyolala phina umhlamb' utshile nje ziyolala kwayhokazi !
Khwetshube, Xanga ndixhalele kaz' uba intaka ziyolala phina umhlamb' utshile nje ziyolala kwayhokazi !
Khwetshube, xhanga, mhlang’ olal’ intaka, Kazi ziyolala phi xa kushile, kazi ziyolala phi xa kushile…
Khwetshube, Xhanga, Yokazi, mhlambi kolal’intaka, Ndlukulu ka Detshe !
Msiza Clan Praises : Msiza Liphahla Mrholozi Mswangubo ovela kaMgagadhla epumalanga kwalanga libalele Somhlawulan’ sihlawula…