Vidima Clans Name
Vidima, Shozi, Gabhisa, Funeka, Mvemnyama, Wena ka Makhongolo, Ndimande, Khothane !!
Vidima, Shozi, Gabhisa, Funeka, Mvemnyama, Wena ka Makhongolo, Ndimande, Khothane !!
Skhuphakhupha, Ngqayi, Makhongolo, Funeka, Mzila, Ndimende (Ndima ende), waze wafikela kwaMkhize wagwaza wamela le, Mvumnyama,…
Ganu, Vadima, Ncamula, Jingose, Madlokuvu, Awucedwa njengambangazitha
Izithakazelo zakwa-Mbanjwa: Sokhela, Nyon'emyama, Eyabizwa ngekhwela yasabela yathi tshiyo, Gqabela kavezi, Wena ozalisa abafazi baliwe…
Funeka Clan Praises Ganu ganu, Vadima, Ncamula, Jingose, MaDlokuvu, Awucedwa njengambangazitha!