Blangwe Clan Names & History
Blangwe, Nqarhi, Mtshikitsha, Nyok'emnyama ecand'iziziba, Phube, Fola, Mntana, Bekizulu !
Blangwe, Nqarhi, Mtshikitsha, Nyok'emnyama ecand'iziziba, Phube, Fola, Mntana, Bekizulu !
Gcuma, Fola, Ngathuze, Mhlahlane, Msitsane, Thombothi, Nyange !
Nguse, Fola, Khebezela, Phalala, Thintane, Nin'abaka Nsensane, abahlale behlomile ngok'swel'umsunu, nina o-Ngobeyana, Bhaca Sokalisa Mabembe…
FolaFakathi Ngubezizwe Thsintsane Fol'odlilaxa Mabembe Mkhosana ka Ntungulwana Phokwe lungaphalala babahle abahlekazi bebhodlwe yisilo esikhulu iMvubukati bawelela ngesheya kwaZhiyani Msongonyani
Nguse Clan Names Fola Fakathi Ngubezizwe Thsintsane Fol'odlilaxa Mabembe Mkhosana Ka Ntungulwana Phokwe laphalala Babahle…
Iziduko Jonga đ Jonga Clan Praises Mvundle, Bhayi, Khetshe, Fola, Msuthu, Gwaca, Inyokâemnyama ecandâiziziba uGobhozi,…