BHEDLA or Amanqabe Clan
AmaNqabe Bhedla ka Mpulana, Bazukulu bakaNqabe, uKhanju, uNondiza, uBhalis’abeNguni ngentololwane, ishlahla sesundu esithi sigawulwa sibe…

Bhedla kaMpulana, uMnqabe, umthana ontsingalalana, uKhanju kaGomatana, abantu baseMdumba, ndiliBomvana!