Swana Clan Names & History
Izithakazelo zakwa Swana
Manci,
Mbali,
Maqholo,
Tshitshis’intaba.
Dludla ka Bekiso.
Umthi omkhulu owawa oThukela wabhekisa amesebe ezantsi.
Zinde zinemiqala!
Izithakazelo zakwa Swana
Manci,
Mbali,
Maqholo,
Tshitshis’intaba.
Dludla ka Bekiso.
Umthi omkhulu owawa oThukela wabhekisa amesebe ezantsi.
Zinde zinemiqala!
1 comment