Nkubele Clan Names
Nkubele, bhobe, wangashe, gazide, manzi akamini akanabusuku dlula komzi abafazi balomzi bangamavila balala ngezanqunde zenaliti,
bhegu !

Leave a Reply