Nkayi Clan Names | Iziduko Nkayi
Nkayi,
Thunzi,
Thuthumela,
Moyikwa,
Nyukwana,
Pepepe,
Walo,
Homposhe,
Njifile,
Tshungwana,
Ndikwe,
Zoyi,
Qabeleweni,
Umthi ome phezykomfula ongadliwa nayibxozana
Mngane omncane ongadliwa nazinyosi
Bisi lwenkomo oluvalelwa umntwana ukude le kulonina
Nkomo zikanyokana !!
Leave a Reply