Ndlovu Malunga
Ndlovu Malunga
Ndlovu,
uzudlekhaya,
mntungwa,
ngengezi,
malunga,
unkomo zidlekhaya ngenxa yoswelumalusi,
zaze zoluswa yintombazana udimazana,
nina baka Dimazana nina enibahle nje ngobuso bentombi
Ndlovu Malunga
Ndlovu,
uzudlekhaya,
mntungwa,
ngengezi,
malunga,
unkomo zidlekhaya ngenxa yoswelumalusi,
zaze zoluswa yintombazana udimazana,
nina baka Dimazana nina enibahle nje ngobuso bentombi
Leave a Reply