Izithakazelo zakwa Miya Clan Names
Miya, Gcwanini, S’bewu, Salakulandelwa, Ngoma, Vezi, Mancoba, Saliwa, Malebomvu, Mja,Rhenqwa, Sijekula, Gcogcinja, Tukuta, Moniwa, Xongxotwana,Bhinqela, Hlangeni, Zimbelimdaka alidliwa nazintaka, Salakulandelwa, Landelwa Zintombi zodwa, Ndiyinto ka Rhorho matapile.
Leave a Reply