maNdlovu
Ndingu Mandlovu , Mntungwa nkomo zidlekhaya ngokuswelu malusi ,malunga …..ndiya camagusha ndinomdla wokwazi imvelaphi yo Ndlovu ngoba ndingu Mhlekazi kodwa kunzima kum ngoba ndikhulele kulo mama kuba Thembu amahegebe ongobengcuka

Leave a Reply