Maduna Clan Names & History

Maduna Surname

Msuthu,

Gubevu,

Nokhala,

Jiyane,

Mpungushe,

Mandl’amakhulu,

Sivunguvung’ esawis’ indoda emahlangeni,

imamba kandidini ngoba ngimesabile,

uNokhala owawela ngempalazo eyaphalazwa ngamadoda,

Maduna omuhle ngekhala lakhe, isilo esinamadevu emlonyeni,

Ngaculende emabalabala njenge ngwe,

Inkomo ezingqukuva azibuyi emzini xa bekulotyolwe ngazo,

Ngub’engcuka aaahhh!!!!!!

6 comments

comments user
Nontsingiselo

Ndingu Nontsingiselo Hlwempu. Duna,Nokhala. Ndisuka Eastern cape sterkspruit

comments user
Nomthandazo

Ndingu nomthandazo Mayapi Intombi yakwa Maduna, MSUTHU, JIYANE, JEKULA, TIBA, salakulandelwa GUBEVU, Nokhala

    comments user
    Mkalipi Minentle

    Molo Sisi, nam ndinguye uMaduna UJiyane ngokwakhe, ndiyanqwenela ukuba ndikhe ndixhamle ubuncwana wokudibana nabantu basendlini, ngokokuhlala ndiseMonti, eMdantsane.🙏🏾

comments user
Ongezwa Njeza

Ndingu Ongezwa Njeza.

U mamaduna!! Nokhala,Msuthukazi.

comments user
Phindiwe Samka

Ndingu Madun’edakeni Jiyane, Salathiso e Lusikisiki ndiyazingca ngobumna,ndingu Phindiwe igama intombi ka Themba yena e zalwa ngu Nelson, ezalwa ngu Zweni ezalwa ngu Samka e Mevana ku Gatyana apo inkaba yetu ivela kona. Camagu Besuthu.

comments user
Kanyiso Matomane

Kanyiso Matomane ioriginal yaku Tsolo, uMaduna, Nokhala, Tiba, Ngacul’ende, Gubevu, Sjakula, Solathiso, Malobola ngeeNgqukuva kuba ezineempondo zizohlaba abakhwekazi, sivunguvungu esawisa indoda emahlangeni, Mamba kaNdindi……!!

Leave a Reply