1 comment

comments user
Diwohlanga Mganu

Mna ndingu Mxesibe wakwaDiwohlanga
Dohlanga Ndlovana ithole lesilo uDiwodiza umabulal’ingw’egxeni iNdlov’edl’igoduka iNdlovu entle nonyawo layo lokunyathela uKhawulela owakhawulel’umntu eNtabeni Ondzala Mzi OMkheleka Olantshanga Oqhusani Oxhalanga Ontaka yesizwe saMaxesibe eyadla iNkomo nesikhumba sayo yashiya ilihlo ilishiyela amahlungulu into ezohluthwa ubukhosi ngenxa yobuxhanti UMzi owavela kuqala ingekabikho eminye Wade wabola kwavela amahlumela IXesibe loMdabu

Leave a Reply