Izithakazelo zakwa Nhose Clan Names
Nhose,
Nyathi,
Mphuthi,
Msuthu,
Sishuba simdaka sinentwala nentakumba
Sizukulwana sikantsiki no nhose !!
Nhose,
Nyathi,
Mphuthi,
Msuthu,
Sishuba simdaka sinentwala nentakumba
Sizukulwana sikantsiki no nhose !!
Leave a Reply