Iziduko zamaNtlane
AmaNtlane Clans
oGxoyiya kaGqala oDingi oNqabane oValela oMsuthu oGxigxi oThengani ompayipheli oSokude oValela Soya !
AmaNtlane Clans
oGxoyiya kaGqala oDingi oNqabane oValela oMsuthu oGxigxi oThengani ompayipheli oSokude oValela Soya !
Ntlane Dingi Nqabane Gxididi Mfusana thawa Mpilo Mkhondwana Obhale Esendeni ngonqaba kwephepha Gcuta Sinje mthwa Ka Sihula amawele ukwenzana ancanciswa apha nangaphesheya Mali ebomvu Sukude Impondo Valela ,singqi , suthu ,ntingili ,satsabe, makhfuli nyama ikrwada ,mjusana, potwana, mhlahlana, nkosana.Maphasa Mgqwabeni ,Tsile, Gengeshe , Mbabala emsunjwana eyavuka kungazingelwa yona, mpondo zenkomo endala bangazibeka endleleni badlule bazihleke Mgwenya obomvu ongaphesheya kwe Gqili.
Nizalana njani nesizwe sama Lunga ngoba naso ngoobalela esendeni ngonqaba kwephepha?
Iziduko zamalunga
Uba unolwazi ngeziduko zakwa mlumgwana cela uzibhale kwiComments
Mkhanyisi ndicela ubuza ingaba ooNtlane banye na or bohlukile andizazi tuu iziduko zasekhaya shmm and ayindiphathi kakuhle lento
Noba ngowaphi Ntlane banye.
Graaf-: Ntlane, Ntlanga, dingi, nqabashe Oolizo abeSuthu..
Ndivumelana nawe masingayenzinde singamaNtlane qwaba nokuba uphumaphi✌️
Soze mna andililo eli lilisukude intlane
U Ntlane nomphi nha banye mntakwethu.
Sonke sisizukulwana sika Ntlane.
Mholweni Mantlane ndicela undiphe ilogo zamaNtlane enkosi kakhulu
Àmantlane manye naxa ezicaza manye kohluka nje omnye ulanda Indlu leyo Asuka kuyo ngoba wona anabile ngokwezindlu emanye kodwa wona..
UNtlane uSukud’uMkhondwane uBhengu Malitshe uManzakanamini akanabusuku uMfazi obelelide wenyisa phesheya komlanjazana uDanoqhoqho uMgaxi webhubesi uNdindwa kaMngomeni kaMabhula kaNcatha
Mntlane ntlanga dingi nqabane dedetyana msuthu nopesi mfazobelenye bhele mthubuphume sendeni ntingilili mgqwabeni hlamba ngububende amanzi ekhona
ogxoyiya kagqala odingi onqabane ovalela omsuthu ogxigxi othengani ompayipheli osokude ovalela soya
Ndi ngum Ntlane ka Jim’s e Graaff Reinet
NdinguMtlane awkward Makina eBhayi.
16 comments