Iziduko Krila – Mbamba
Iziduko Krila – Mbamba
Thangana,
Bodlinja,
Mbamba,
Krila,
Rhaso,
Mbombo,
Gcaleka,
Nkomo zibomvu namathol’azo,
Nqele,
Bhurhu,
Mayisithe,
Nomazele,
Gobingca,
Bhukuxa umthondo uwujongise emntwini!
Thangana,
Bodlinja,
Mbamba,
Krila,
Rhaso,
Mbombo,
Gcaleka,
Nkomo zibomvu namathol’azo,
Nqele,
Bhurhu,
Mayisithe,
Nomazele,
Gobingca,
Bhukuxa umthondo uwujongise emntwini!
akhomntu uno nceda ma bamba enze
umnombo wamabamba ukuze singalahleki thina sizukulwana sakwa Thangana
umbamba uzala uthangana ( ndenza umzekelo akhe asenzele i family tree
Mholweni maKrila, akhomntu onga ndiceda ndikhangele usapho lwam okanye abantu a ba ne fani ka Ngcakaule ⁶
5 comments