Surname meaning & origin
amaqatha'lukhuni akatyiwa yinja!, Bhomoyi, dlazane, Gcaba, Jali, Juta, kakane, mkhananga, Mlanjana, mlomunendaba! Utshelwane ujali yinjang elalin, Mpemvu, mvetshane, ngciva, Ngcolosi, ngqawa, nhlontshane, notyandela, Nqoko, nxoko, Satywa, shiyelwa, xhangwane, yemyem) nomlomo
admin
0 Comments
Iziduko: Jali Surname
Jali Clan Praises
mpemvu, mlomunendaba! Utshelwane ujali yinjang elalin, mpemvu, jali, juta, gcaba, bhomoyi, nxoko, Ngcolosi, dlazane, ngciva, (mvetshane, yemyem) nomlomo, notyandela, xhangwane, shiyelwa, mlanjana, satywa, ngqawa, mkhananga, nqoko, kakane, nhlontshane, amaqatha’lukhuni akatyiwa yinja!
Mgqubawupheli kuphelinkomo! Ntabayikhonjwa ikhonjwa ngomdlangathi kuphela ngobinesiloo somhlola ngemva!
Leave a Reply