Izibongo zakwa Ndila
Ndila, nyeziwe, ndulun’ophezulu, ngqayiyayana, qangaza ka wonqili, ndlwan’inisematyeni, mndini, fulela kunetha, tshunguza, cekwane, jamel’ijekeja, msili ka nonceba, roqolombashe, nomatsinyani, nomathebe, mpondomise.

Leave a Reply