Izibongo Zakwa Mpisane
Mpisane,
Dlulwa,
Mnto’mkhulu
Mabonwa bulawe njenge Nyamazane,
Wena mpisi ayihlangulwa ize ihlangulwe abayaziyo!
Mpisane,
Dlulwa,
Mnto’mkhulu
Mabonwa bulawe njenge Nyamazane,
Wena mpisi ayihlangulwa ize ihlangulwe abayaziyo!
Leave a Reply