Izibongo Zakwa Mpisane
Mpisane,
Dlulwa,
Mnto’mkhulu
Mabonwa bulawe njenge Nyamatane,
Wena mpisi ayihlangulwa ize ihlangulwe abayaziyo!!!
Mpisane,
Dlulwa,
Mnto’mkhulu
Mabonwa bulawe njenge Nyamatane,
Wena mpisi ayihlangulwa ize ihlangulwe abayaziyo!!!
Leave a Reply