6 comments

comments user
Siyanda

Ndiyabhotisa ndinguMnywabe ngesidima nangentlonipho ndikhokhelwa ngamanyange sithi siyabulela ebukhosini ngesidima inyawo zigcwele Lusaka.

    comments user
    Trevor Kasika

    Camagu Gatyeni!!!

comments user
Feni

Camagwini manywabe

Natsi imvelaphi YamaNywabe

Amanywabe ngo qhakancu

Phuma ku nciya
Ozala unhiki ozala ugcushurha ozala qilika ozala qintelexi ozala unkohla unjabomvu ozala uhintsabe ozala chwama

Uchma wayena bafazi abahlanu

Kwindlu yoqala
Wazala Usukwini

Kweyesibini wazala
Ucethe

Kwesthathu wazala
Usithathu

Kweyesine wazala
UMnywabe

Kweyesihlanu wazala
Uvamba uyise kagiqwa

UMnywabe wazala naye
Wazala ugatyeni

U gatyeni uzala undala

Undala uzala u Ndondela

Undondela uzala
Mamali

U Mamali uzala
Unsengana

Unsengana uzala utulo

Utulo uzala uhoko

Uhoko uzala uniko

Uniko uzala uhulushe nohemshe

    comments user
    Mluleki Kulati

    Ndicela ukwazile ukuba MaNywabe la asingobantu baseMbo na?

    comments user
    Zoleka Mayoyo

    Camagu Gatyeni…

comments user
Andile mazembe

Camagu BoGatyeni ndicela nikhe nindifake group (in) yamanywabe ndifuna ukwazi kabanzi Ngam

Leave a Reply