8 comments

comments user
Ntokozo

I waz born kabhala but i neva grow up there please give me ful izithakazelo zaka bhala

    comments user
    Amanda Ngaleka

    Bhala ka Dududu
    mhlambi olal’intaka
    Hazi zolalaphi kutshile nje
    Thombela, Manjo, Nonkonyane

comments user
Lazola Ndamase

Bhala
Ka Dududu
Mhlambi olala intaka
Hazi zolalaphi kutshile nje

comments user
Siphamandla Dweba

Bhala ka dududu manjo hele hele nomgobho nyoka emnyama eyangena emlindini isithi ngaba ngowayo Kanti ngowe rhamba.
Sisiduko Sam ke eso

comments user
Asemahle Dweba

Bhala ka dududu Meyisi Manju, Thombela, Ntlantsi yentsimbi. Nyoka emnyama eyangena emlindini kanti ngowe Rhamba

comments user
Masivuye mbooi

Bhala la dududu mzimba okhala igani Usborne,nomeyisi ,manjo nyoka emnyama eyathi ingena emlindini wayo kanti ingena kowesrhama

comments user
Vuyo Mbebe

Bhala kaDududu, Thombela, Manjo, Nomgobho, Helehele, Ntlantsi’yentsimbi, Mhlambo’lalintaka, Meyisi, Nyokemnyama eyakhohlwa umngxunya wayo yangena kowerhamba. Ozalwa nguMpondo, yena ezalwa nguNjanya kaSibiside. SingabaseMbo thina intsusa yethu.

comments user
Sibongile

Bhala kadudu Mhlambi olala intaka Zithonga zithathu esesine yimpazo ndizalwa khona

Leave a Reply