Amabeko clans

Ngcwangule,beko xam’ozitshukutshela nasendawen’embi ngenxa yomsindo,u madina ka ndaba u mzingwa zintshaba, zangela nodliwa nqaqhuba…..phanda !

1 comment

comments user
Nonzukiso Noguntana

Ndifuna ukwazi izithakazelo zakwa Beko Amabeko

Leave a Reply to Nonzukiso NoguntanaCancel reply