Siguba Clan
Siguba kumhlaba waseDutywa ebolothwa kuQeqe
Amazizi ka Njokweni, oomtatela, lubokoboko, amazizi akwaLamyeni, makhwabe, Lunika, amazizi amnyama neenkomo zawo, oomhlanutshile ngenxa yobubele, mrhawu, ngxib inoboya, kodwa ungayixhwithi ungayazi. Amazizi
Leave a Reply