Njokweni Clan Praises
oNjokweni sisi duko sama mfengu oDlamini,
Njokweni,
Mntatela,
Lunika,
Ngxal’noboya,
Xuza,
Ndombane,
Hlalutshilo,
Dweba,
Mazizi,
Dlamini otlaza
Wena othanda into engathandwayo ngamanye amadoda athi onele wena uthi iza nayo ndayifuna.
Leave a Reply