1 comment

comments user
Boli S

Ama-Nkumba la aphuma kuNgubane ngokwemveli ngama-Ngwane kaSidwabasithuli inkosi yamaSwati .kwathi ngenxa yezimpi afika kwelodibaniso R.S.A . Alishiya futhi elikaMthaniya ngoMfecana ayo kwidolophu ezimbini Mqanduli and Xhora, eyamba noDubabandlela kwa-Zulu bahamba ngesiganeko sesilo uShaka ngenkathi ekhipha Ndzobane amahlo

Leave a Reply