Iziduko: Nxasana
Nxasana Thaba Toyota Mkhiwa Skhonza Dunjane Bhuti nzeke noba andinankomo
Nxasana Thaba Toyota Mkhiwa Skhonza Dunjane Bhuti nzeke noba andinankomo
I want to know more about the Leburu clan name and surname
Nala Gwija Hamashe Mhlophe, mhlophe qwa ongapendiwe Nongalo onengalo ende eyondla nezizwe Ntofontofo into engenamathambo…
Jojisa Clan Names: Nqumela, Fakazi, Ngeleka, Disane, Manqina adliwa izinja phesheya komlanjana ! Malandelwa intombi…
Matika, Sophitsho, Ndingayzali, Zondwa, Yem Yem, Dlomo, Ntande !