Izibongo zakwa Ndila
Ndila, nyeziwe, ndulun'ophezulu, ngqayiyayana, qangaza ka wonqili, ndlwan'inisematyeni, mndini, fulela kunetha, tshunguza, cekwane, jamel'ijekeja, msili…
Ndila, nyeziwe, ndulun'ophezulu, ngqayiyayana, qangaza ka wonqili, ndlwan'inisematyeni, mndini, fulela kunetha, tshunguza, cekwane, jamel'ijekeja, msili…
Isambane esamba umgodi sangaulala wa lalwa amabhubesi walalwa izimvuthum Mvundlela, Sgegede, Koqong, Mqhantsa, omagula be…
Mazongolo, Fakazi, Mahogo, Mkhwanazi, Nkwaliyenkosi, Mbava, Mkhwanazi,
Bekwa, Mjoli, Hlathi, Nonina, Qubulashe, Fafaza, Wushe, Mbongwa, Wen 'ophelel 'enceni njengenyamazane Masinda ngonwali izizwana…