Yika clan names
Yika Hlase Nongombili Sdwaba siluthuli !
Mshinga, mafeles'bayeni, mhhonta, busut'betingcungca abukhafulwa, kukhafulwa bemajaha ngoba betintfombi buyanukelela. Mbulawe khaya. Shokoliya!
AmaNkomo oonkomo OoMntungwa oomasinkane oonyonyoza oogolela oonkumbuzo ooyengwane oosgqwabane ngama Nkomo ke lawo
Ngicela ningisize ngomlando wabantu bakwa Nomandla
Bhuku S'nqashi Nkamangane,Mancancisela intsana phesheya Komlanjazana,uMlambo oMbhelu kawuwelwa ngabantu,uwelwa zinkonjane kuphela,Xesibe Mganu,Sabela uyabizwa emazibukweni,Mbhamla, iiNgonyama…
Ndicela ukwazi imvelaphi yakwa Dika,Yaka,Nxiyama.