Ndebele clan names (shona)
Ndebele, mzilikazi, kamashobane, umsibizibI, umzila ka wulandelwa, wawulandela uyazibambezela, unqangendlela....
Ndebele, mzilikazi, kamashobane, umsibizibI, umzila ka wulandelwa, wawulandela uyazibambezela, unqangendlela....
Khweshube Oxhanga ndixhalele Mlambo olala iintaka kazi ushile nje zolalaphi
Ngicela ukwazi ngenvelaphi yakwa Gwanyana, nezikhonzi Kanye nezithakazelo zakho
Ntlane:bhengu, mayitshe, mgangxwebhubesi, Nomanz'akanamin'akanabusuku phetsheya komlanjana, mfazonebelelinye, Dang'naqhoqho ,usibalakwekhwezana, abanye bebalinkomo, thina sibal'inkwekhwezi, nangona zingekho…
Shawuke Mabaso Mazibo Sbure Mnguni Langa! Wena owakhanyisela izizwe elangeni Wena kaMntungwa bhambo luka Mzilikazi…